1 Samuweli 12:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa ukuba nithe ngokuphandle nenza okubi,+ niya kutshayelwa, kokubini nina nokumkani wenu.”+ 1 Samuweli 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kwathi ke ngaloo mihla amaFilisti aqokelela iinkampu zawo zomkhosi ukuze alwe imfazwe noSirayeli.+ Ngoko uAkishe wathi kuDavide: “Ngokungathandabuzekiyo uyazi ukuba ufanele uphume nam ukuya enkampini, wena namadoda akho.”+ 1 Samuweli 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ke kaloku amaFilisti ayesilwa noSirayeli,+ aza amadoda akwaSirayeli asaba phambi kwamaFilisti, yaye ayemana esiwa phantsi ebulewe+ eNtabeni yeGilbhowa.+
28 Kwathi ke ngaloo mihla amaFilisti aqokelela iinkampu zawo zomkhosi ukuze alwe imfazwe noSirayeli.+ Ngoko uAkishe wathi kuDavide: “Ngokungathandabuzekiyo uyazi ukuba ufanele uphume nam ukuya enkampini, wena namadoda akho.”+
31 Ke kaloku amaFilisti ayesilwa noSirayeli,+ aza amadoda akwaSirayeli asaba phambi kwamaFilisti, yaye ayemana esiwa phantsi ebulewe+ eNtabeni yeGilbhowa.+