1 Samuweli 31:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 AmaFilisti athana mbende noSawule noonyana bakhe; yaye ekugqibeleni amaFilisti amxabela uYonatan+ noAbhinadabhi+ noMaleki-shuwa,+ oonyana bakaSawule. 2 Samuweli 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke yena uAbhinere+ unyana kaNere intloko yomkhosi owawungokaSawule, wathabatha uIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, wamwezela eMahanayim,+
2 AmaFilisti athana mbende noSawule noonyana bakhe; yaye ekugqibeleni amaFilisti amxabela uYonatan+ noAbhinadabhi+ noMaleki-shuwa,+ oonyana bakaSawule.
8 Ke yena uAbhinere+ unyana kaNere intloko yomkhosi owawungokaSawule, wathabatha uIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, wamwezela eMahanayim,+