IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 14:50
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 Igama lomfazi kaSawule yayinguAhinowam intombi ka-Ahimahatse, negama lentloko yomkhosi wakhe yayinguAbhinere+ unyana kaNere, uyisekazi kaSawule.

  • 1 Samuweli 17:55
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 55 Ke kaloku ngaloo mzuzu uSawule abona ngawo uDavide ephuma esiya kuhlangabeza umFilisti, wathi kuAbhinere+ intloko yomkhosi: “Ngunyana kabani+ na le nkwenkwe,+ Abhinere?” UAbhinere wathi: “Ngobomi bomphefumlo wakho, kumkani, andazi konke konke!”

  • 1 Samuweli 26:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kamva wesuka uDavide waya kwindawo apho uSawule amise khona inkampu, waza uDavide wayibona indawo awayelele kuyo uSawule, noAbhinere+ unyana kaNere intloko yomkhosi wakhe; yaye uSawule wayelele kuthango lwenkampu+ nabantu bemise iintente macala onke.

  • 2 Samuweli 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Xa unyana+ kaSawule wevayo ukuba uAbhinere ufile eHebron,+ izandla zakhe ke zaba buthathaka+ nawo onke amaSirayeli aphazamiseka.

  • 1 Kumkani 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Wena ngokwakho ukwazi kakuhle okwenziwa nguYowabhi kum unyana kaTseruya ngoko wakwenzayo+ kwiintloko ezimbini zomkhosi wakwaSirayeli, kuAbhinere+ unyana kaNere nakuAmasa+ unyana kaYetere,+ xa wababulalayo waza igazi+ lemfazwe walibeka kwixesha loxolo waza wabeka igazi lemfazwe ebhantini lakhe elalisesinqeni sakhe nakwiimbadada zakhe ezazisezinyaweni zakhe.

  • 1 Kronike 26:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kwanako konke uSamuweli imboni+ noSawule unyana kaKishe noAbhinere+ unyana kaNere noYowabhi+ unyana kaTseruya+ ababekungcwalisile. Zonke izinto abezingcwalisile nabani na zaba phantsi kolawulo lukaShelomiti nabantakwabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share