INdumiso 85:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndiya kukuva oko uTHIXO oyinyaniso uYehova aya kukuthetha,+Kuba uya kuthetha uxolo kubantu bakhe+ nabo banyanisekileyo bakhe,Kodwa mabangabuyeli ekuzithembeni.+ Isaya 55:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kutheni na naqhubeka nihlawula imali ngenxa yoko kungesosonka, kwaye yini na ukuba nibulaleke ngenxa yoko kungananelisiyo?+ Phulaphulani ngenyameko kum, nize nidle okulungileyo,+ yaye imiphefumlo yenu mayiyoliswe ngokugqibeleleyo kukutyeba.+ Daniyeli 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wandula ke wathi: “Musa ukoyika,+ ndoda inqweneleka kakhulu.+ Ngamana ungaba noxolo.+ Yomelela, ewe, yomelela.”+ Akuba etshilo ndomelela ndaza ekugqibeleni ndathi: “Ungathetha nkosi yam,+ kuba undomelezile.”+
8 Ndiya kukuva oko uTHIXO oyinyaniso uYehova aya kukuthetha,+Kuba uya kuthetha uxolo kubantu bakhe+ nabo banyanisekileyo bakhe,Kodwa mabangabuyeli ekuzithembeni.+
2 Kutheni na naqhubeka nihlawula imali ngenxa yoko kungesosonka, kwaye yini na ukuba nibulaleke ngenxa yoko kungananelisiyo?+ Phulaphulani ngenyameko kum, nize nidle okulungileyo,+ yaye imiphefumlo yenu mayiyoliswe ngokugqibeleleyo kukutyeba.+
19 Wandula ke wathi: “Musa ukoyika,+ ndoda inqweneleka kakhulu.+ Ngamana ungaba noxolo.+ Yomelela, ewe, yomelela.”+ Akuba etshilo ndomelela ndaza ekugqibeleni ndathi: “Ungathetha nkosi yam,+ kuba undomelezile.”+