IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 9:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 khangela! isandla sikaYehova+ soba phezu kwemfuyo yakho+ esendle. Emahasheni, emaesileni, ezinkameleni, emhlambini weenkomo nasemhlambini wezimvu, kuya kubakho indyikitya yokufa enzima kakhulu.+

  • 1 Samuweli 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Saza isandla sikaYehova+ sanzima phezu kwama-Ashdode, yaye wabangela ukuphakuzela waza wayibetha ngezikhala,+ oko kukuthi, iAshdode nemimandla yayo.

  • 1 Samuweli 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngenxa yoko athumela ahlanganisa zonke iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti aza athi: “Yindululeni ityeya kaTHIXO kaSirayeli ukuze ibe nokubuyela endaweni yayo nokuze ndingabulawa mna nabantu bakowethu.” Kuba kwakukho isiphithiphithi esibulalayo kuso isixeko siphela;+ isandla sikaTHIXO oyinyaniso sasinzima kakhulu apho,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share