IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Uze undenzele isibingelelo somhlaba,+ ubingelele phezu kwaso iminikelo yakho etshiswayo, nemibingelelo yakho yobudlelane, umhlambi wakho wezimvu nomhlambi wakho weenkomo.+ Kuzo zonke iindawo endolenza likhunjulwe kuzo igama lam, ndoza kuwe, ndikusikelele ngokuqinisekileyo.+

  • ABagwebi 21:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye kwathi ngemini elandelayo abantu bavuka ekuseni bakha isibingelelo apho baza banikela iminikelo etshiswayo+ neminikelo yobudlelane.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share