1 Samuweli 12:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nam ke, makube lee kum, ukuba ndone kuYehova ngokuyeka ukunithandazela;+ yaye ndimele ndiniyalele+ ngendlela elungileyo+ nefanelekileyo. IMizekeliso 15:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa umthandazo wabathe tye uyakholiswa nguwo.+ Yakobi 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ke zivumeni ekuhleni+ izono zenu omnye komnye nize nithandazelane, ukuze niphiliswe.+ Isikhungo somntu olilungisa, xa sisebenza, sinamandla amakhulu.+
23 Nam ke, makube lee kum, ukuba ndone kuYehova ngokuyeka ukunithandazela;+ yaye ndimele ndiniyalele+ ngendlela elungileyo+ nefanelekileyo.
8 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa umthandazo wabathe tye uyakholiswa nguwo.+
16 Ngoko ke zivumeni ekuhleni+ izono zenu omnye komnye nize nithandazelane, ukuze niphiliswe.+ Isikhungo somntu olilungisa, xa sisebenza, sinamandla amakhulu.+