ABagwebi 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waza umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ayiqwenge kubini, kanye njengoko ubani eqwenga itakane eliyinkunzi kubini, kwaye kwakungekho nto konke konke esandleni sakhe. Akazange amxelele uyise okanye unina into ayenzileyo. 1 Samuweli 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye umoya+ kaThixo wasebenza kuSawule ekuveni kwakhe la mazwi, waza wavutha kakhulu ngumsindo.+ 1 Samuweli 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+ Zekariya 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngako oko yaphendula yaza yathi kum: “Lilo eli ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi, ‘“Akungamkhosi wamajoni,+ kungengamandla,+ kodwa kungomoya wam,”+ utsho uYehova wemikhosi. 2 Korinte 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Asikuko ukuba thina ngokwethu sikufanelekele ngokwaneleyo ukucinga ukuba nantoni na iphuma kuthi,+ kodwa ukufaneleka ngokwaneleyo kwethu kuphuma kuThixo,+
6 Waza umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ayiqwenge kubini, kanye njengoko ubani eqwenga itakane eliyinkunzi kubini, kwaye kwakungekho nto konke konke esandleni sakhe. Akazange amxelele uyise okanye unina into ayenzileyo.
13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+
6 Ngako oko yaphendula yaza yathi kum: “Lilo eli ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi, ‘“Akungamkhosi wamajoni,+ kungengamandla,+ kodwa kungomoya wam,”+ utsho uYehova wemikhosi.
5 Asikuko ukuba thina ngokwethu sikufanelekele ngokwaneleyo ukucinga ukuba nantoni na iphuma kuthi,+ kodwa ukufaneleka ngokwaneleyo kwethu kuphuma kuThixo,+