Duteronomi 33:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Unoyolo, Sirayeli!+ Ngubani na onjengawe,+Sizwana esisindiswe nguYehova,+Olikhakha loncedo lwakho,+Nekrele lobuhandiba bakho?+Ziya kukhokhoba phambi kwakho iintshaba zakho,+Unyathele ke wena kwiindawo zazo eziphakamileyo.”+ ABagwebi 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye xa uYehova wayebavelisela abagwebi,+ uYehova wayesiba nomgwebi lowo, yaye wayebahlangula kwisandla seentshaba zabo yonke imihla yomgwebi lowo; kuba uYehova wayezisola+ ngokugcuma kwabo ngenxa yabacinezeli babo+ nabo babebatyhalatyhala. 2 Kumkani 19:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngokuqinisekileyo ndiya kusikhusela+ esi sixeko ukuze ndisisindise ngenxa yam+ nangenxa kaDavide umkhonzi wam.”’”+ INdumiso 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Zenze zimangalise izenzo zakho zobubele obumangalisayo,+ Msindisi wabo bafuna indawo yokusabelaKwabo bavukelayo kwisandla sakho sasekunene.+ INdumiso 44:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba wasisindisa kwiintshaba zethu,+Nabo basithiye kakhulu wabahlazisa.+ Isaya 63:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Waza wahlabela mgama wathi: “Ngokuqinisekileyo bangabantu bam,+ oonyana abangayi kuba bubuxoki.”+ Ngoko waba nguMsindisi wabo.+ Hoseya 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+ 1 Timoti 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba kungenxa yoko le nto sisebenza nzima yaye siyazibhokoxa,+ ngokuba sibeke ithemba lethu+ kuThixo ophilayo, onguMsindisi+ wazo zonke iintlobo zabantu,+ ngokukodwa abo bathembekileyo.+
29 Unoyolo, Sirayeli!+ Ngubani na onjengawe,+Sizwana esisindiswe nguYehova,+Olikhakha loncedo lwakho,+Nekrele lobuhandiba bakho?+Ziya kukhokhoba phambi kwakho iintshaba zakho,+Unyathele ke wena kwiindawo zazo eziphakamileyo.”+
18 Yaye xa uYehova wayebavelisela abagwebi,+ uYehova wayesiba nomgwebi lowo, yaye wayebahlangula kwisandla seentshaba zabo yonke imihla yomgwebi lowo; kuba uYehova wayezisola+ ngokugcuma kwabo ngenxa yabacinezeli babo+ nabo babebatyhalatyhala.
34 Ngokuqinisekileyo ndiya kusikhusela+ esi sixeko ukuze ndisisindise ngenxa yam+ nangenxa kaDavide umkhonzi wam.”’”+
7 Zenze zimangalise izenzo zakho zobubele obumangalisayo,+ Msindisi wabo bafuna indawo yokusabelaKwabo bavukelayo kwisandla sakho sasekunene.+
8 Waza wahlabela mgama wathi: “Ngokuqinisekileyo bangabantu bam,+ oonyana abangayi kuba bubuxoki.”+ Ngoko waba nguMsindisi wabo.+
7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+
10 Kuba kungenxa yoko le nto sisebenza nzima yaye siyazibhokoxa,+ ngokuba sibeke ithemba lethu+ kuThixo ophilayo, onguMsindisi+ wazo zonke iintlobo zabantu,+ ngokukodwa abo bathembekileyo.+