IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+

      Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+

      Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+

  • INdumiso 89:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Kuba ngubani na esibhakabhakeni onokuthelekiswa noYehova?+

      Ngubani na onokufana noYehova phakathi koonyana bakaThixo?+

  • INdumiso 96:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+

      Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+

  • Isaya 40:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “Kodwa ningandifanisa nabani, ndilingane naye?” utsho Lowo Ungcwele.+

  • Yeremiya 10:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Akukho namnye unjengawe, Yehova.+ Umkhulu, negama lakho likhulu ngamandla.+

  • Daniyeli 3:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Yaye ndikhupha umyalelo+ wokuba zonke iintlanga, nezizwe, neelwimi ezithetha nantoni na ephosakeleyo ngoTHIXO kaShadraki, kaMeshaki noAbhednego, zifanele zixhaxhwe,+ nezindlu zazo zenziwe indawo yangasese kawonke-wonke;+ kuba akukho thixo wumbi unako ukuhlangula ngale ndlela.”+

  • 1 Korinte 8:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba kwanakuba kukho abo babizwa ngokuba “ngoothixo,”+ enoba kusezulwini+ okanye kusemhlabeni,+ kanye njengoko kukho “oothixo” abaninzi “neenkosi” ezininzi,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share