IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 17:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 ukuze ingaphakami intliziyo yakhe phezu kwabazalwana bakhe,+ angatyeki emyalelweni aye ekunene okanye ekhohlo,+ aze ayolule imihla yakhe ebukumkanini+ bakhe, yena noonyana bakhe phakathi kukaSirayeli.

  • 1 Samuweli 12:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kodwa ukuba nithe ngokuphandle nenza okubi,+ niya kutshayelwa, kokubini nina nokumkani wenu.”+

  • 1 Samuweli 13:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ke ngoku ubukumkani bakho abuyi kuhlala.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzifumanela indoda evunyiweyo yintliziyo yakhe;+ yaye uYehova uya kuyimisela ibe yinkokeli+ phezu kwabantu bakhe, ngenxa yokuba akukugcinanga oko uYehova akuyalele kona.”+

  • 1 Samuweli 16:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ekugqibeleni wathi uYehova kuSamuweli: “Kuya kude kube nini na uzilile ngenxa kaSawule,+ ngoxa mna, kwelinye icala, ndimgatyile ekulawuleni njengokumkani phezu koSirayeli?+ Zalisa uphondo lwakho ngeoli+ uze uhambe. Ndiya kukuthumela kuYese+ waseBhetelehem, ngenxa yokuba ndizilungiselele ukumkani phakathi koonyana bakhe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share