1 Samuweli 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaza kwaphuma iqhawe enkampini yamaFilisti, eligama linguGoliyati,+ laseGati,+ elibude buziikubhite ezintandathu nomolulo weminwe.+ 1 Kronike 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaphinda ke kwabakho imfazwe namaFilisti; yaye uElihanan+ unyana kaYayire waxabela uLami umntakwabo Goliyati+ umGati, omphini womkhonto wakhe wawunjengomqobo wabaluki.+
4 Kwaza kwaphuma iqhawe enkampini yamaFilisti, eligama linguGoliyati,+ laseGati,+ elibude buziikubhite ezintandathu nomolulo weminwe.+
5 Kwaphinda ke kwabakho imfazwe namaFilisti; yaye uElihanan+ unyana kaYayire waxabela uLami umntakwabo Goliyati+ umGati, omphini womkhonto wakhe wawunjengomqobo wabaluki.+