1 Samuweli 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+ 1 Samuweli 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wathi uSawule: “Niya kuthi ke nina kuDavide, ‘Ukumkani uyoliswa, kungekhona likhazi,+ kodwa ngamajwabi alikhulu+ amaFilisti, ukuze aziphindezelele+ ezintshabeni zokumkani.’” Kodwa uSawule ke yena, wayecebe ukuba uDavide awe ngesandla samaFilisti.
6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+
25 Wathi uSawule: “Niya kuthi ke nina kuDavide, ‘Ukumkani uyoliswa, kungekhona likhazi,+ kodwa ngamajwabi alikhulu+ amaFilisti, ukuze aziphindezelele+ ezintshabeni zokumkani.’” Kodwa uSawule ke yena, wayecebe ukuba uDavide awe ngesandla samaFilisti.