IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 3:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Emva kwakhe kwabakho uShamgare+ unyana ka-Anati, kwaye waxabela amaFilisti,+ amadoda angamakhulu amathandathu, ngoviko lweenkomo; naye wamsindisa uSirayeli.+

  • ABagwebi 15:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ke kaloku wafumana ithambo lomhlathi we-esile eliliduna elifumileyo waza wolula isandla sakhe walithabatha, waxabela iwaka lamadoda ngalo.+

  • 1 Samuweli 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kwaza ke ngemini yedabi akwafunyanwa krele+ okanye mkhonto esandleni sakhe nabani na ebantwini ababekunye noSawule noYonatan; kodwa kwafunyanwa elikaSawule+ nelikaYonatan unyana wakhe.

  • 1 Samuweli 17:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Nalo lonke eli bandla liya kwazi ukuba akungakrele nangamkhonto ukusindisa kukaYehova,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye umele aninikele esandleni sethu.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share