1 Samuweli 17:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Wandula ke uDavide wongezelela oku: “UYehova, owandihlangulayo ethupheni lengonyama nasethupheni lebhere, nguye oya kundihlangula esandleni salo mFilisti.”+ USawule wathi kuDavide: “Hamba, yaye ngamana uYehova angaba nawe.”+ 2 Samuweli 21:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Aba bobane babezalwa ngamaRefa eGati;+ yaye bawa ngesandla sikaDavide nangesandla sabakhonzi bakhe.+ 2 Samuweli 22:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Kwaye ndiya kuzitshabalalisa ndize ndizitshitshise,+ ukuze zingabi nakuphakama;+Yaye ziya kuwa phantsi kweenyawo zam.+ INdumiso 44:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba wasisindisa kwiintshaba zethu,+Nabo basithiye kakhulu wabahlazisa.+
37 Wandula ke uDavide wongezelela oku: “UYehova, owandihlangulayo ethupheni lengonyama nasethupheni lebhere, nguye oya kundihlangula esandleni salo mFilisti.”+ USawule wathi kuDavide: “Hamba, yaye ngamana uYehova angaba nawe.”+
22 Aba bobane babezalwa ngamaRefa eGati;+ yaye bawa ngesandla sikaDavide nangesandla sabakhonzi bakhe.+
39 Kwaye ndiya kuzitshabalalisa ndize ndizitshitshise,+ ukuze zingabi nakuphakama;+Yaye ziya kuwa phantsi kweenyawo zam.+