IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 24:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kwaye khawubone ke, bawo,+ ewe, khawubone nali isondo lesambatho sakho esingenamikhono esandleni sam, kuba ukunqumla kwam isondo lesambatho sakho esingenamikhono, andikubulalanga. Yazi uze ubone ukuba akukho bubi+ okanye mvukelo esandleni sam, yaye andonanga kuwe, ngoxa wena ulalele umphefumlo wam ukuze uwuthabathe.+

  • 1 Kumkani 15:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+

  • INdumiso 119:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 119 Banoyolo abo bandlela yabo ingenasiphoso,+

      Abo bahamba emthethweni kaYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share