IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 17:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Naye ke uDavide wathi kumFilisti: “Uza kum unekrele nomkhonto nentshuntshe,+ kodwa mna ndiza kuwe ngegama likaYehova wemikhosi,+ uTHIXO wezintlu zedabi zakwaSirayeli, omngcikivileyo.+

  • 1 Samuweli 18:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ekugqibeleni uSawule wathi kuDavide: “Nantsi intombi yam enkulu uMerabhi.+ Ndiya kukunika yena njengomfazi.+ Kuphela nje zingqine kum ungumntu olikroti uze ulwe iimfazwe zikaYehova.”+ Kodwa ke yena uSawule, wazixelela oku: “Mayingabi sisandla sam esiba phezu kwakhe, kodwa isandla samaFilisti masibe phezu kwakhe.”+

  • 2 Samuweli 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kokubini izolo nangaphambili+ ngoxa uSawule wayengukumkani phezu kwethu, nguwe owawukhupha nowawungenisa uSirayeli.+ NoYehova wathi kuwe, ‘Wena uya kwalusa+ abantu bam amaSirayeli, yaye wena uya kuba yinkokeli+ kaSirayeli.’”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share