1 Samuweli 18:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza uSawule waqhubeka emgxeleshile uDavide ukususela loo mini kuse phambili.+ 1 Samuweli 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waza uSawule wamoyika+ uDavide ngenxa yokuba uYehova waba naye,+ kodwa wayemkile kuSawule.+ 1 Samuweli 20:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Waza uSawule wambinza ngomkhonto ukuze amxabele;+ uYonatan wazi ukuba uyise wayemisele ukuba abulawe uDavide.+ INdumiso 37:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ongendawo wenzela ilungisa iyelenqe,+Yaye ulitshixizela amazinyo.+
33 Waza uSawule wambinza ngomkhonto ukuze amxabele;+ uYonatan wazi ukuba uyise wayemisele ukuba abulawe uDavide.+