Genesis 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo. Eksodus 20:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Uze ungabulali.+ Eksodus 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa ukuba kubekho owenzakalayo wafa, uze unikele umphefumlo ngomphefumlo,+ Numeri 35:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Nabani na obethe wabulala+ umphefumlo ufanele abulawe njengombulali ngomlomo wamangqina,+ ke lona ingqina elinye alinakungqina ngomphefumlo ufe. Numeri 35:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “‘Nize ningalingcolisi ilizwe enikulo; kuba ligazi elingcolisa ilizwe,+ yaye ilizwe alinakucanyangushelwa ngenxa yegazi eliphalaziweyo kulo ngaphandle kwangegazi lalowo uliphalazileyo.+
6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.
30 “‘Nabani na obethe wabulala+ umphefumlo ufanele abulawe njengombulali ngomlomo wamangqina,+ ke lona ingqina elinye alinakungqina ngomphefumlo ufe.
33 “‘Nize ningalingcolisi ilizwe enikulo; kuba ligazi elingcolisa ilizwe,+ yaye ilizwe alinakucanyangushelwa ngenxa yegazi eliphalaziweyo kulo ngaphandle kwangegazi lalowo uliphalazileyo.+