IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 28:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 AmaFilisti aqokelelana ndawonye, eza aza amisa ikampu eShunem.+ Ngoko uSawule waqokelela ndawonye wonke uSirayeli waza wamisa inkampu eGilibhowa.+

  • 1 Samuweli 31:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ke kaloku amaFilisti ayesilwa noSirayeli,+ aza amadoda akwaSirayeli asaba phambi kwamaFilisti, yaye ayemana esiwa phantsi ebulewe+ eNtabeni yeGilbhowa.+

  • 2 Samuweli 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Umfana owayemxelela wathi: “Kwenzeke ngokungalindelekanga ukuba ndibe seNtabeni yeGilbhowa,+ yaye wayelapho uSawule ezixhase ngomkhonto wakhe;+ yaye, khangela! abaqhubi beenqwelo nabamahashe babemfumene.+

  • 2 Samuweli 1:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Nina zintaba zaseGilbhowa,+ makungabikho mbethe, kungabikho mvula phezu kwenu, kungabikho namasimi eminikelo engcwele;+

      Ngenxa yokuba apho kwangcoliselwa khona ikhaka labanamandla,

      Ikhaka likaSawule, khon’ ukuze kungabikho bani uthanjiswe ngeoli.+

  • 1 Kronike 10:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwathi ke ngemini elandelayo, xa amaFilisti afikayo ukuza kuhluba+ ababuleweyo, afumana uSawule noonyana bakhe bewile eNtabeni yeGilbhowa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share