1 Samuweli 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ke kaloku kwakukho indoda yakwaBhenjamin, yaye igama layo lalinguKishe,+ unyana ka-Abhiyeli, unyana kaTserore, unyana kaBhekorati, unyana ka-Afiya, umBhenjamin,+ indoda enendyebo eninzi.+ 1 Samuweli 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwathi ke bakumbona bonke abo babemazi ngaphambili, khangela! wayeprofeta kunye nabaprofeti. Ngenxa yoko abantu bathi omnye komnye: “Kwenzeke ntoni na kunyana kaKishe? Uphakathi kwabaprofeti noSawule na?”+
9 Ke kaloku kwakukho indoda yakwaBhenjamin, yaye igama layo lalinguKishe,+ unyana ka-Abhiyeli, unyana kaTserore, unyana kaBhekorati, unyana ka-Afiya, umBhenjamin,+ indoda enendyebo eninzi.+
11 Kwathi ke bakumbona bonke abo babemazi ngaphambili, khangela! wayeprofeta kunye nabaprofeti. Ngenxa yoko abantu bathi omnye komnye: “Kwenzeke ntoni na kunyana kaKishe? Uphakathi kwabaprofeti noSawule na?”+