1 Samuweli 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko abantu bathumela eShilo baza bayithwala beyisusa apho ityeya yomnqophiso kaYehova wemikhosi, ohlala phezu kweekherubhi.+ Yaye oonyana ababini bakaEli babelapho kunye netyeya yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso, oko kukuthi, uHofeni noFinehasi.+ INdumiso 80:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 80 Owu Malusi kaSirayeli, beka indlebe,+Wena uqhuba uYosefu njengomhlambi.+Owu wena uhleli phezu kweekherubhi,+ qaqamba.+ INdumiso 99:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 99 UYehova uthe waba ngukumkani.+ Maziphazamiseke izizwana.+Uhleli ezikherubhini.+ Mawugubhe umhlaba.+
4 Ngoko abantu bathumela eShilo baza bayithwala beyisusa apho ityeya yomnqophiso kaYehova wemikhosi, ohlala phezu kweekherubhi.+ Yaye oonyana ababini bakaEli babelapho kunye netyeya yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso, oko kukuthi, uHofeni noFinehasi.+
80 Owu Malusi kaSirayeli, beka indlebe,+Wena uqhuba uYosefu njengomhlambi.+Owu wena uhleli phezu kweekherubhi,+ qaqamba.+
99 UYehova uthe waba ngukumkani.+ Maziphazamiseke izizwana.+Uhleli ezikherubhini.+ Mawugubhe umhlaba.+