Eksodus 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwathi ngomhla wesithathu, kwakusa, kwabakho iindudumo nemibane,+ nelifu elinzima+ phezu kwentaba nesandi esikhulu sesigodlo,+ bangcangcazela bonke abantu ababesenkampini.+ 1 Samuweli 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+Uya kubadudumela esemazulwini.+UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+
16 Kwathi ngomhla wesithathu, kwakusa, kwabakho iindudumo nemibane,+ nelifu elinzima+ phezu kwentaba nesandi esikhulu sesigodlo,+ bangcangcazela bonke abantu ababesenkampini.+
10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+Uya kubadudumela esemazulwini.+UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+