1 Samuweli 30:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Oku kwambandezela kakhulu kuDavide,+ ngenxa yokuba abantu bathi makaxulutywe;+ kuba umphefumlo wabo bonke abantu wawukrakra,+ ngamnye ngenxa yoonyana bakhe neentombi zakhe. Ngoko uDavide wazomeleza ngoYehova uThixo wakhe.+ 2 Samuweli 15:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngokubhekele phaya, xa wanikela imibingelelo, uAbhisalom wathumela wabiza uAhitofele+ umGilo,+ umcebisi kaDavide,+ esixekweni sakowabo iGilo.+ Kwaye laya lisomelela ngakumbi iyelenqe,+ nabantu baqhubeka besanda+ kuAbhisalom.
6 Oku kwambandezela kakhulu kuDavide,+ ngenxa yokuba abantu bathi makaxulutywe;+ kuba umphefumlo wabo bonke abantu wawukrakra,+ ngamnye ngenxa yoonyana bakhe neentombi zakhe. Ngoko uDavide wazomeleza ngoYehova uThixo wakhe.+
12 Ngokubhekele phaya, xa wanikela imibingelelo, uAbhisalom wathumela wabiza uAhitofele+ umGilo,+ umcebisi kaDavide,+ esixekweni sakowabo iGilo.+ Kwaye laya lisomelela ngakumbi iyelenqe,+ nabantu baqhubeka besanda+ kuAbhisalom.