IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 18:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Oonyana bakaDan bathi kuye: “Ilizwi lakho malingavakali kufuphi nathi, ngokoyikela ukuba amadoda amphefumlo ukrakra+ aya kunihlasela, kuze kufuneke niphulukane nomphefumlo wenu nomphefumlo wezindlu zenu.”

  • 1 Samuweli 22:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Nawo onke amadoda asekubandezelekeni+ nawo onke amadoda awayenamatyala+ nawo onke amadoda amphefumlo ukrakra+ aqokelelana ndawonye kuye,+ waza waba yintloko phezu kwawo;+ kwabakho ke kuye amadoda amalunga namakhulu amane.

  • 2 Samuweli 17:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Waza uHushayi wahlabela mgama wathi: “Nawe ngokwakho umazi kakuhle uyihlo namadoda akhe, ukuba banamandla,+ yaye umphefumlo wabo ukrakra,+ njengemazi yebhere elahlekelwe ngamathole ayo endle;+ kwaye uyihlo yindoda yokulwa,+ yaye akayi kuchitha ubusuku ekunye nabantu.

  • 2 Kumkani 4:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ekufikeni kwakhe entabeni kumntu kaTHIXO oyinyaniso, kwaoko wambamba ezinyaweni.+ UGehazi wasondela ukuze amshenxise,+ kodwa umntu kaTHIXO oyinyaniso+ wathi: “Myeke,+ kuba umphefumlo wakhe ukrakra+ ngaphakathi kuye; yaye uYehova undifihlele,+ akandixelelanga.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share