IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kwaye ndahlabela mgama ndathi: “Le nto niyenzayo ayilunganga.+ Anifanelanga kuhamba ngokoyika+ uThixo wethu+ na ngenxa yongcikivo+ lweentlanga, eziziintshaba zethu?+

  • INdumiso 112:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 112 Dumisani uYa!+

      א [ʼAʹleph]

      Unoyolo umntu owoyika uYehova,+

      ב [Behth]

      Oyoliswa kakhulu+ yimiyalelo yakhe.+

  • INdumiso 147:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UYehova uyoliswa ngabo bamoyikayo,+

      Ngabo balindela ububele bakhe bothando.+

  • IMizekeliso 16:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngobubele bothando nenyaniso isiphoso siyacanyagushelwa,+ yaye ngokoyika uYehova ubani uyemka ebubini.+

  • INtshumayeli 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share