2 Samuweli 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kokubini izolo nangaphambili+ ngoxa uSawule wayengukumkani phezu kwethu, nguwe owawukhupha nowawungenisa uSirayeli.+ NoYehova wathi kuwe, ‘Wena uya kwalusa+ abantu bam amaSirayeli, yaye wena uya kuba yinkokeli+ kaSirayeli.’” 1 Kronike 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kokubini izolo nangaphambili, ngoxa uSawule wayengukumkani, nguwe owawukhupha nowawungenisa uSirayeli;+ noYehova uThixo wakho wathi kuwe, ‘Wena uya kwalusa+ abantu bam amaSirayeli, yaye wena uya kuba yinkokeli+ phezu kwabantu bam amaSirayeli.’”
2 Kokubini izolo nangaphambili+ ngoxa uSawule wayengukumkani phezu kwethu, nguwe owawukhupha nowawungenisa uSirayeli.+ NoYehova wathi kuwe, ‘Wena uya kwalusa+ abantu bam amaSirayeli, yaye wena uya kuba yinkokeli+ kaSirayeli.’”
2 Kokubini izolo nangaphambili, ngoxa uSawule wayengukumkani, nguwe owawukhupha nowawungenisa uSirayeli;+ noYehova uThixo wakho wathi kuwe, ‘Wena uya kwalusa+ abantu bam amaSirayeli, yaye wena uya kuba yinkokeli+ phezu kwabantu bam amaSirayeli.’”