IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 16:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ekugqibeleni wathi uYehova kuSamuweli: “Kuya kude kube nini na uzilile ngenxa kaSawule,+ ngoxa mna, kwelinye icala, ndimgatyile ekulawuleni njengokumkani phezu koSirayeli?+ Zalisa uphondo lwakho ngeoli+ uze uhambe. Ndiya kukuthumela kuYese+ waseBhetelehem, ngenxa yokuba ndizilungiselele ukumkani phakathi koonyana bakhe.”+

  • 2 Samuweli 7:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ebudeni balo lonke elo xesha ndihambahamba phakathi kwabo bonke oonyana bakaSirayeli,+ ngaba ndakha ndathetha ilizwi kwesinye sezizwe zakwaSirayeli+ endasiyalela ukuba saluse abantu bam amaSirayeli, ndisithi, ‘Kutheni ningandakhelanga nje indlu yemisedare?’”’

  • INdumiso 78:71
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 71 Wamthabatha ekulandeleni iimazi azanyisayo+

      Wamzisa ekubeni ngumalusi phezu koYakobi isizwana sakhe+

      Naphezu koSirayeli ilifa lakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share