Numeri 27:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 eya kuphuma phambi kwabo, ingene phambi kwabo, ibakhuphe ize ibangenise,+ ukuze ingabi njengezimvu ezingenamalusi indibano kaYehova.”+ 1 Samuweli 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngenxa yoko uSawule wamshenxisa kuye+ waza wammisa njengentloko yewaka lakhe; yaye wayephuma engena rhoqo phambi kwabantu.+ 1 Samuweli 25:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nceda, ukuxolele ukunxaxha kwekhobokazana lakho,+ ngenxa yokuba nakanjani na uYehova uya kuyenzela inkosi yam indlu ehlala ihleli,+ ngenxa yokuba inkosi yam ilwa iimfazwe zikaYehova;+ ububi ke bona, abuyi kufunyanwa kuwe imihla yakho yonke.+
17 eya kuphuma phambi kwabo, ingene phambi kwabo, ibakhuphe ize ibangenise,+ ukuze ingabi njengezimvu ezingenamalusi indibano kaYehova.”+
13 Ngenxa yoko uSawule wamshenxisa kuye+ waza wammisa njengentloko yewaka lakhe; yaye wayephuma engena rhoqo phambi kwabantu.+
28 Nceda, ukuxolele ukunxaxha kwekhobokazana lakho,+ ngenxa yokuba nakanjani na uYehova uya kuyenzela inkosi yam indlu ehlala ihleli,+ ngenxa yokuba inkosi yam ilwa iimfazwe zikaYehova;+ ububi ke bona, abuyi kufunyanwa kuwe imihla yakho yonke.+