1 Samuweli 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+ 2 Samuweli 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke imfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide yaba yeyethuba elide;+ yaye uDavide waqhubeka esomelela ngakumbi,+ nendlu kaSawule yancipha ngakumbi nangakumbi.+ Yobhi 17:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Lowo ulilungisa uqhubeka ebambelele nkqi endleleni yakhe,+Yaye amandla alowo unezandla ezihlambulukileyo+ aqhubeka esanda.+
13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+
3 Ke imfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide yaba yeyethuba elide;+ yaye uDavide waqhubeka esomelela ngakumbi,+ nendlu kaSawule yancipha ngakumbi nangakumbi.+
9 Lowo ulilungisa uqhubeka ebambelele nkqi endleleni yakhe,+Yaye amandla alowo unezandla ezihlambulukileyo+ aqhubeka esanda.+