2 Samuweli 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wathi ke uDavide: “Ngaba kusekho nabani na oseleyo wendlu kaSawule, ukuze ndimenzele ububele bothando+ ngenxa kaYonatan?”+ 2 Samuweli 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wandula ke wathi ukumkani kuTsibha: “Khangela! Yonk’ into kaMefibhoshete yeyakho.”+ Kuko oko uTsibha wathi: “Ndiyaqubuda.+ Mandikholeke emehlweni akho, nkosi yam kumkani.” 2 Samuweli 19:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Noko ke, ukumkani wathi kuye: “Kutheni usathetha la mazwi akho nje? Ndithi, Wena noTsibha nifanele nahlulelane ngomhlaba.”+
9 Wathi ke uDavide: “Ngaba kusekho nabani na oseleyo wendlu kaSawule, ukuze ndimenzele ububele bothando+ ngenxa kaYonatan?”+
4 Wandula ke wathi ukumkani kuTsibha: “Khangela! Yonk’ into kaMefibhoshete yeyakho.”+ Kuko oko uTsibha wathi: “Ndiyaqubuda.+ Mandikholeke emehlweni akho, nkosi yam kumkani.”
29 Noko ke, ukumkani wathi kuye: “Kutheni usathetha la mazwi akho nje? Ndithi, Wena noTsibha nifanele nahlulelane ngomhlaba.”+