1 Kumkani 20:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kamva umprofeti+ wasondela kukumkani wakwaSirayeli waza wathi kuye: “Hamba, uzomeleze+ uze uphawule, ubone ukuba yintoni na oza kuyenza;+ kuba ukumkani waseSiriya uza kuza nxamnye nawe kwisithuba esingangonyaka.”+ 2 Kronike 36:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+
22 Kamva umprofeti+ wasondela kukumkani wakwaSirayeli waza wathi kuye: “Hamba, uzomeleze+ uze uphawule, ubone ukuba yintoni na oza kuyenza;+ kuba ukumkani waseSiriya uza kuza nxamnye nawe kwisithuba esingangonyaka.”+
10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+