2 Samuweli 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwathi ke ekuqaleni konyaka,+ ngexesha lokuhlasela kookumkani,+ uDavide wathumela uYowabhi nabakhonzi bakhe noSirayeli wonke, ukuba baye konakalisa+ oonyana baka-Amoni baze bangqinge neRabha,+ ngoxa uDavide wayehleli eYerusalem. 1 Kronike 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwathi ke ekuqaleni konyaka,+ ngexesha lokuhlasela kookumkani,+ uYowabhi wakhokela umkhosi wokulwa+ waza walenza laba linxuwa ilizwe loonyana baka-Amoni waza waya kungqinga iRabha,+ ngoxa uDavide wayehleli eYerusalem; uYowabhi waxabela+ iRabha waza wayidiliza. 2 Kronike 36:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+
11 Kwathi ke ekuqaleni konyaka,+ ngexesha lokuhlasela kookumkani,+ uDavide wathumela uYowabhi nabakhonzi bakhe noSirayeli wonke, ukuba baye konakalisa+ oonyana baka-Amoni baze bangqinge neRabha,+ ngoxa uDavide wayehleli eYerusalem.
20 Kwathi ke ekuqaleni konyaka,+ ngexesha lokuhlasela kookumkani,+ uYowabhi wakhokela umkhosi wokulwa+ waza walenza laba linxuwa ilizwe loonyana baka-Amoni waza waya kungqinga iRabha,+ ngoxa uDavide wayehleli eYerusalem; uYowabhi waxabela+ iRabha waza wayidiliza.
10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+