1 Samuweli 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Nawo onke amadoda asekubandezelekeni+ nawo onke amadoda awayenamatyala+ nawo onke amadoda amphefumlo ukrakra+ aqokelelana ndawonye kuye,+ waza waba yintloko phezu kwawo;+ kwabakho ke kuye amadoda amalunga namakhulu amane. 1 Samuweli 27:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko wesuka uDavide waza yena namadoda angamakhulu amathandathu+ awayekunye naye badlulela kuAkishe unyana kaMahoki, ukumkani waseGati. 1 Kronike 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngabo aba abeza kuDavide eTsikelage+ ngoxa wayesavalelekile ngenxa kaSawule+ unyana kaKishe; babephakathi kwamadoda anamandla,+ abancedisi emfazweni,
2 Nawo onke amadoda asekubandezelekeni+ nawo onke amadoda awayenamatyala+ nawo onke amadoda amphefumlo ukrakra+ aqokelelana ndawonye kuye,+ waza waba yintloko phezu kwawo;+ kwabakho ke kuye amadoda amalunga namakhulu amane.
2 Ngoko wesuka uDavide waza yena namadoda angamakhulu amathandathu+ awayekunye naye badlulela kuAkishe unyana kaMahoki, ukumkani waseGati.
12 Ngabo aba abeza kuDavide eTsikelage+ ngoxa wayesavalelekile ngenxa kaSawule+ unyana kaKishe; babephakathi kwamadoda anamandla,+ abancedisi emfazweni,