Genesis 34:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye oonyana bakaYakobi babuya endle zisuka nje besakukuva oko; kwaye aba buhlungu la madoda aza avutha ngumsindo,+ kuba wenza ubudenge obulihlazo kwaSirayeli ngokulala nentombi kaYakobi,+ ekubeni ingamelanga kwenziwa nantoni na enjengaleyo.+ ABagwebi 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenxa yoko ndiye ndalibamba ishweshwe lam ndaza ndalinqunqa, ndalithumela kuyo yonke imihlaba elilifa likaSirayeli,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka nehambo evakalala+ nobudenge obulihlazo kwaSirayeli.+ IMizekeliso 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ndaqondela phezu kwabangenamava.+ Ndandinomdla ekuqondeni phakathi koonyana umfana oswele intliziyo,+
7 Yaye oonyana bakaYakobi babuya endle zisuka nje besakukuva oko; kwaye aba buhlungu la madoda aza avutha ngumsindo,+ kuba wenza ubudenge obulihlazo kwaSirayeli ngokulala nentombi kaYakobi,+ ekubeni ingamelanga kwenziwa nantoni na enjengaleyo.+
6 Ngenxa yoko ndiye ndalibamba ishweshwe lam ndaza ndalinqunqa, ndalithumela kuyo yonke imihlaba elilifa likaSirayeli,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka nehambo evakalala+ nobudenge obulihlazo kwaSirayeli.+
7 ndaqondela phezu kwabangenamava.+ Ndandinomdla ekuqondeni phakathi koonyana umfana oswele intliziyo,+