2 Samuweli 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa uItayi wamphendula ukumkani waza wathi: “Ephila nje uYehova nenkosi yam ukumkani iphila nje,+ kwindawo esenokuthi ibe kuyo inkosi yam ukumkani, nokuba kusekufeni nokuba kusebomini, uya kuba lapho umkhonzi wakho!”+ 2 Kumkani 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye uEliya wathi kuElisha: “Khawuncede uhlale apha, ngenxa yokuba uYehova undithume eBheteli.” Kodwa uElisha wathi: “Njengoko uYehova ephila+ nomphefumlo wakho uphila,+ andiyi kukushiya.”+ Ngoko behla baya eBheteli.+ Yeremiya 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+ Yeremiya 38:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Waza ke uKumkani uZedekiya wafunga kuYeremiya esemfihlekweni, esithi: “Ephila nje uYehova, osenzele lo mphefumlo,+ andiyi kukubulala, yaye andiyi kukunikela esandleni sala madoda afuna umphefumlo wakho.”+
21 Kodwa uItayi wamphendula ukumkani waza wathi: “Ephila nje uYehova nenkosi yam ukumkani iphila nje,+ kwindawo esenokuthi ibe kuyo inkosi yam ukumkani, nokuba kusekufeni nokuba kusebomini, uya kuba lapho umkhonzi wakho!”+
2 Yaye uEliya wathi kuElisha: “Khawuncede uhlale apha, ngenxa yokuba uYehova undithume eBheteli.” Kodwa uElisha wathi: “Njengoko uYehova ephila+ nomphefumlo wakho uphila,+ andiyi kukushiya.”+ Ngoko behla baya eBheteli.+
10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+
16 Waza ke uKumkani uZedekiya wafunga kuYeremiya esemfihlekweni, esithi: “Ephila nje uYehova, osenzele lo mphefumlo,+ andiyi kukubulala, yaye andiyi kukunikela esandleni sala madoda afuna umphefumlo wakho.”+