2 Samuweli 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Njengoko uYonatan+ noAhimahatse+ babemi e-En-rogele,+ isicakakazi sahamba saya kubaxelela. Ngoko bemka bona, njengoko kwakufuneka baxelele uKumkani uDavide; kuba babengakwazi ukubonakala bengena esixekweni. 1 Kumkani 1:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ngoxa wayesathetha, yabona, kweza uYonatan+ unyana ka-Abhiyatare umbingeleli. Waza uAdoniya wathi: “Ngena, kuba uyindoda elikroti, kwaye uzisa iindaba ezilungileyo.”+
17 Njengoko uYonatan+ noAhimahatse+ babemi e-En-rogele,+ isicakakazi sahamba saya kubaxelela. Ngoko bemka bona, njengoko kwakufuneka baxelele uKumkani uDavide; kuba babengakwazi ukubonakala bengena esixekweni.
42 Ngoxa wayesathetha, yabona, kweza uYonatan+ unyana ka-Abhiyatare umbingeleli. Waza uAdoniya wathi: “Ngena, kuba uyindoda elikroti, kwaye uzisa iindaba ezilungileyo.”+