IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 15:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Khangela! Balapho kunye nabo oonyana babo bobabini, uAhimahatse+ kaTsadoki noYonatan+ oka-Abhiyatare; yaye ngabo nize nindithumelele yonk’ into eninokuthi niyive.”

  • 2 Samuweli 18:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku yena uAhimahatse+ unyana kaTsadoki, wathi: “Makhe ndibaleke ndize ndiphalaze ezi ndaba kukumkani, ngenxa yokuba uYehova umgwebele ukuba amkhulule esandleni seentshaba zakhe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share