1 Kumkani 2:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Yaye kuya kuthi ngemini oya kuphuma ngayo naxa uthe wadlula kwintlambo yaseKidron,+ ufanele ngaphandle kwempazamo wazi ukuba uya kufa ngokuqinisekileyo.+ Ityala legazi lakho liya kuba phezu kwentloko yakho.”+ INdumiso 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Inkathazo yakhe iya kubuyela entlokweni yakhe,+Yaye ugonyamelo lwakhe luya kuhlela phezu kokakayi lwentloko yakhe.+ IMizekeliso 5:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ongendawo uya kubanjwa ziziphoso zakhe,+ abanjwe ziintsontelo zesono sakhe.+ Hezekile 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Umphefulo owonayo—kuya kufa wona.+ Unyana akayi kuthwala nto ngenxa yesiphoso sikayise, noyise akayi kuthwala nto ngenxa yesiphoso sonyana.+ Bona kanye ubulungisa belungisa buya kuba phezu kwalo,+ nobungendawo bongendawo buya kuba phezu kwakhe.+
37 Yaye kuya kuthi ngemini oya kuphuma ngayo naxa uthe wadlula kwintlambo yaseKidron,+ ufanele ngaphandle kwempazamo wazi ukuba uya kufa ngokuqinisekileyo.+ Ityala legazi lakho liya kuba phezu kwentloko yakho.”+
16 Inkathazo yakhe iya kubuyela entlokweni yakhe,+Yaye ugonyamelo lwakhe luya kuhlela phezu kokakayi lwentloko yakhe.+
20 Umphefulo owonayo—kuya kufa wona.+ Unyana akayi kuthwala nto ngenxa yesiphoso sikayise, noyise akayi kuthwala nto ngenxa yesiphoso sonyana.+ Bona kanye ubulungisa belungisa buya kuba phezu kwalo,+ nobungendawo bongendawo buya kuba phezu kwakhe.+