1 Samuweli 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenxa yoko wathi kumadoda akhe: “Makube lee, kum, ngokwembono kaYehova, ukuba ndingenza le nto enkosini yam, othanjisiweyo+ kaYehova, ngokolula isandla sam nxamnye naye, kuba ungothanjisiweyo kaYehova.”+ 1 Samuweli 26:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Makube lee,+ kum, ngokwembono kaYehova,+ ukolula isandla sam+ nxamnye nothanjisiweyo kaYehova!+ Ke ngoko, khawuncede, uthabathe umkhonto lo ungasentlokweni yakhe nomphanda wamanzi, size singene endleleni.”
6 Ngenxa yoko wathi kumadoda akhe: “Makube lee, kum, ngokwembono kaYehova, ukuba ndingenza le nto enkosini yam, othanjisiweyo+ kaYehova, ngokolula isandla sam nxamnye naye, kuba ungothanjisiweyo kaYehova.”+
11 Makube lee,+ kum, ngokwembono kaYehova,+ ukolula isandla sam+ nxamnye nothanjisiweyo kaYehova!+ Ke ngoko, khawuncede, uthabathe umkhonto lo ungasentlokweni yakhe nomphanda wamanzi, size singene endleleni.”