IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 29:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Wamitha ke uLeya, wazala unyana, wamthiya igama elinguRubhen,+ kuba wayesithi: “Kungenxa yokuba uYehova uzikhangele iintsizi zam,+ yaye ngoku indoda yam iya kundithanda.”

  • Eksodus 2:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngoko uThixo wabakhangela oonyana bakaSirayeli waza wabaphawula uThixo.

  • Eksodus 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+

  • INdumiso 25:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yibone inkxwaleko yam nenkathazo yam,+

      Uze uzixolele zonke izono zam.+

  • IMizekeliso 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Amehlo kaYehova akuzo zonke iindawo,+ ahlala ekhangele ababi nabalungileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share