IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 9:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa ukuba akunjalo, makuphume umlilo+ kuAbhimeleki ubadle abanini-mhlaba bakwaShekem nendlu kaMilo,+ yaye makuphume umlilo+ kubanini-mhlaba bakwaShekem nakwindlu kaMilo udle uAbhimeleki.”+

  • ABagwebi 9:57
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 57 Yaye bonke ububi bamadoda akwaShekem uThixo wabenza babuyela ezintlokweni zawo, ukuze isiqalekiso+ sikaYotham+ unyana kaYerubhahali+ sibe phezu kwawo.+

  • 2 Kumkani 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa uEliya wayiphendula intloko yabangamashumi amahlanu wathi: “Eneneni, ukuba ndiyindoda yakwaThixo, makuhle umlilo+ emazulwini ukudle ukugqibe wena namashumi amahlanu akho.” Yaye kwehla umlilo emazulwini wayidla wayigqiba namashumi amahlanu ayo.+

  • IZenzo 8:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa uPetros wathi kuye: “Ngamana isilivere yakho ingabhanga kunye nawe, ngenxa yokuba ubucinga ukufumana isipho sesisa sikaThixo ngemali.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share