IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 19:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Yaye kuya kuthi lowo usinde kwikrele likaHazayeli,+ uYehu ambulale;+ kwaye lowo usinde kwikrele likaYehu, uElisha ambulale.+

  • IMizekeliso 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ukuba uthe walumka, uzilumkela kwawena;+ nokuba uye wagculela, oko uya kukuthwala, kanye wedwa.+

  • IMizekeliso 19:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Mbethe umgculeli,+ ukuze ongenamava abe nobuqili;+ yaye mohlwaye onokuqonda, ukuze akuqonde ukwazi.+

  • IMizekeliso 19:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Izigwebo zimiselwe ngokuqinileyo ngenxa yabagculeli,+ yaye imivumbo ilungiselelwe umhlana weziyatha.+

  • Nahum 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 UYehova nguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo+ nophindezelayo; yekaYehova impindezelo+ nengqumbo.+ UYehova uyaziphindezela kwiintshaba zakhe,+ yaye uyazicaphukela iintshaba zakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share