1 Samuweli 26:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wandula ke uDavide waphendula wathi kuAhimeleki umHiti+ noAbhishayi+ unyana kaTseruya,+ umntakwabo Yowabhi: “Ngubani na oya kuhla nam siye kuSawule enkampini?” UAbhishayi wathi: “Mna ndiya kuhla nawe.”+ 2 Samuweli 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abanye abantu wabanikela esandleni sika-Abhishayi+ umntakwabo, ukuba akhe uluhlu ukuze ahlangabeze oonyana baka-Amoni.+ 2 Samuweli 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wandula ke uDavide wathi kuAbhishayi:+ “Ke kaloku uShebha+ unyana kaBhikeri uya kuba mbi ngakumbi kunoAbhisalom.+ Wena ngokwakho thabatha abakhonzi+ benkosi yakho uze umsukele, ukuze okunene angazifumaneli izixeko ezinqatyisiweyo aze abaleke phambi kwamehlo ethu.” 1 Kronike 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke yena uAbhishayi+ umntakwabo Yowabhi,+ wayeyintloko yamathathu; yaye wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu amathathu awayebulewe, yaye naye wayedume njengabo bathathu. 1 Kronike 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Abanye abantu wabanikela esandleni sika-Abhishayi+ umntakwabo, ukuba akhe uluhlu ukuze ahlangabeze oonyana baka-Amoni.+
6 Wandula ke uDavide waphendula wathi kuAhimeleki umHiti+ noAbhishayi+ unyana kaTseruya,+ umntakwabo Yowabhi: “Ngubani na oya kuhla nam siye kuSawule enkampini?” UAbhishayi wathi: “Mna ndiya kuhla nawe.”+
10 Abanye abantu wabanikela esandleni sika-Abhishayi+ umntakwabo, ukuba akhe uluhlu ukuze ahlangabeze oonyana baka-Amoni.+
6 Wandula ke uDavide wathi kuAbhishayi:+ “Ke kaloku uShebha+ unyana kaBhikeri uya kuba mbi ngakumbi kunoAbhisalom.+ Wena ngokwakho thabatha abakhonzi+ benkosi yakho uze umsukele, ukuze okunene angazifumaneli izixeko ezinqatyisiweyo aze abaleke phambi kwamehlo ethu.”
20 Ke yena uAbhishayi+ umntakwabo Yowabhi,+ wayeyintloko yamathathu; yaye wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu amathathu awayebulewe, yaye naye wayedume njengabo bathathu.
11 Abanye abantu wabanikela esandleni sika-Abhishayi+ umntakwabo, ukuba akhe uluhlu ukuze ahlangabeze oonyana baka-Amoni.+