Duteronomi 27:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Uqalekisiwe omphatha ngendelelo uyise okanye unina.+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) Duteronomi 27:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Uqalekisiwe olala nomfazi kayise, ngokuba utyhila umbhinqo kayise.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) 2 Samuweli 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku ikrele+ aliyi kumka endlwini yakho ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ngenxa yokuba undidelile kangangokuba wathabatha umfazi kaUriya umHiti ukuze abe ngumfazi wakho.’ INdumiso 63:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Abo ke bahlala befuna ukonakalisa umphefumlo wam,+Baya kufika kwezona ndawo zisezantsi zomhlaba.+ IMizekeliso 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bona ke abangendawo, baya kunqunyulwa emhlabeni;+ ke wona amaqhophololo, aya kuncothulwa kuwo.+ IMizekeliso 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke oqalekisa uyise nonina,+ isibane sakhe siya kucinywa ekusondeleni kobumnyama.+ IMizekeliso 30:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iliso eligculela uyise nelicekisa ukuthobela unina+—aya kulikrukra amahlungulu asentlanjeni, alidle amathole okhozi.
20 “‘Uqalekisiwe olala nomfazi kayise, ngokuba utyhila umbhinqo kayise.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’)
10 Ke kaloku ikrele+ aliyi kumka endlwini yakho ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ngenxa yokuba undidelile kangangokuba wathabatha umfazi kaUriya umHiti ukuze abe ngumfazi wakho.’
17 Iliso eligculela uyise nelicekisa ukuthobela unina+—aya kulikrukra amahlungulu asentlanjeni, alidle amathole okhozi.