IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 17:50
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 Ngoko uDavide, ngesilingi nelitye, wangqineka omelele kunomFilisti waza wambetha umFilisti wambulala; yaye wayengenakrele esandleni uDavide.+

  • 1 Samuweli 18:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kwaye abo bafazi babebhiyoza babesabela yaye besithi:

      “USawule uxabele amawaka akhe,

      NoDavide amashumi akhe amawaka.”+

  • 1 Samuweli 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uye wabeka nomphefumlo wakhe entendeni yakhe+ waza waxabela umFilisti,+ khon’ ukuze uYehova amenzele usindiso olukhulu+ uSirayeli wonke. Walubona nawe, waba nemihlali. Ngoko kutheni ufanele wone igazi elimsulwa ngokubulalisa+ uDavide ngento elilize?”+

  • 2 Samuweli 5:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngako oko uDavide wenza ngaloo ndlela, kanye njengoko uYehova wayemyalele,+ wawaxabela+ amaFilisti ukususela eGebha+ ukuya kufikelela eGezere.+

  • 2 Samuweli 8:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Xa iSiriya yaseDamasko+ yeza kuncedisa uHadadezere ukumkani waseTsobha, wandula ke uDavide waxabela kumaSiriya amadoda angamashumi amabini anesibini amawaka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share