IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 8:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwaye uYowabhi+ unyana kaTseruya wayephethe umkhosi; uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo.

  • 2 Samuweli 18:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kwaye ukumkani wahlabela mgama wayalela uYowabhi noAbhishayi noItayi, esithi: “Niqhubane ngothantamiso+ nomfana uAbhisalom ngenxa yam.” Nabo bonke abantu beva xa ukumkani wayeyalela zonke iintloko ngombandela ka-Abhisalom.

  • 2 Samuweli 18:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wathi ke uYowabhi: “Andinakwenjenje, ndilibale nguwe!” Wathabatha ke imiphini yamithathu entendeni yakhe waza wahlaba+ uAbhisalom entliziyweni ngoxa wayesaphila esekuloo mthi mkhulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share