IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 UDavide wayeneminyaka engamashumi amathathu ubudala ukuba ngukumkani kwakhe. Walawula njengokumkani kangangeminyaka engamashumi amane.+

  • 1 Kumkani 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye imihla awalawula ngayo uDavide kwaSirayeli yaba yiminyaka engamashumi amane.+ EHebron+ wayelawule iminyaka esixhenxe,+ kwaye eYerusalem wayelawule iminyaka engamashumi amathathu anesithathu.+

  • 1 Kronike 23:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 UDavide wayesele aluphele+ yaye anelisekile, ngoko wamenza uSolomon+ unyana wakhe ukumkani phezu kukaSirayeli.

  • 1 Kronike 29:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 imihla awalawula ngayo kwaSirayeli yaba yiminyaka engamashumi amane.+ EHebron walawula iminyaka esixhenxe,+ kwaye eYerusalem walawula iminyaka engamashumi amathathu anesithathu.+

  • INdumiso 90:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Imihla yeminyaka yethu yiminyaka engamashumi asixhenxe;+

      Yaye ukuba ithe ngenxa yamandla akhethekileyo yangamashumi asibhozo,+

      Ukuzingisa kwayo kusenkathazweni nakwizinto ezenzakalisayo;+

      Kuba imele idlule ngokukhawuleza, siphaphazele simke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share