1 Samuweli 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye, ngapha koko, Obalaseleyo kaSirayeli+ akayi kuxoka,+ akayi kuzisola, kuba Yena akangomntu wasemhlabeni ukuba azisole.”+ 2 Samuweli 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ke uAbhisalom nawo onke amadoda akwaSirayeli bathi: “Icebo likaHushayi umArki lilunge+ ngakumbi kunecebo lika-Ahitofele!” UYehova ke wayenikele umyalelo+ wokuba litshitshiswe icebo+ lika-Ahitofele nangona lalilungile,+ ukuze uYehova amzisele intlekele+ uAbhisalom. 2 Kumkani 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yazini ke ngoko, ukuba akukho nento le kwilizwi likaYehova engayi kuzaliseka emhlabeni+ ayithethileyo uYehova nxamnye nendlu ka-Ahabhi;+ yaye uYehova wenza oko wakuthethayo ngoEliya umkhonzi wakhe.”+ Isaya 55:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+
29 Yaye, ngapha koko, Obalaseleyo kaSirayeli+ akayi kuxoka,+ akayi kuzisola, kuba Yena akangomntu wasemhlabeni ukuba azisole.”+
14 Ke uAbhisalom nawo onke amadoda akwaSirayeli bathi: “Icebo likaHushayi umArki lilunge+ ngakumbi kunecebo lika-Ahitofele!” UYehova ke wayenikele umyalelo+ wokuba litshitshiswe icebo+ lika-Ahitofele nangona lalilungile,+ ukuze uYehova amzisele intlekele+ uAbhisalom.
10 Yazini ke ngoko, ukuba akukho nento le kwilizwi likaYehova engayi kuzaliseka emhlabeni+ ayithethileyo uYehova nxamnye nendlu ka-Ahabhi;+ yaye uYehova wenza oko wakuthethayo ngoEliya umkhonzi wakhe.”+
11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+