IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 14:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Kodwa abantu bathi kuSawule: “Afe na uYonatan, owenze olu sindiso lukhulu+ kwaSirayeli? Makube lee oko!+ Ephila nje uYehova,+ akusayi kuwa nonwele olu lunye lwentloko+ yakhe emhlabeni; kuba ngale mini usebenzisene noThixo.”+ Baba ke abantu bayamkhulula+ uYonatan, akafa.

  • 2 Samuweli 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kodwa yena wathi: “Ukumkani makakhe akhumbule uYehova uThixo wakho,+ ukuba umphindezeli+ usenokungabangeli konakala ngokuqhubekayo yaye basenokungambhubhisi unyana wam.” Yena wathi: “Ephila nje uYehova,+ akukho nalunye unwele+ lonyana wakho oluya kuwela emhlabeni.”

  • IZenzo 27:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ngoko ke ndiyanikhuthaza ukuba nitye, kuba oku kuya kuba kokokhuseleko lwenu; kuba akuyi kutshabalala nonwele+ olu lwentloko yenu.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share